Great Kei Local Municipality

NOTICE OF THE ORDINARY COUNCIL MEETING REF.3/3/1

2018/10/24

Mr. M.Z Silinga, The Municipal Administrator, as duly instructed by the Speaker of the Great Kei Local Municipality (Cllr. N.W.Tekile) hereby gives notice that in terms of Section 19 (a) of the Municipal Systems Act, 32 of 2000, that an Ordinary Council Meeting of the Great Kei Municipality will be held as follows:

Date: Wednesday, 31st October 2018

Time: 10h00

Venue: Town Hall, Main Street, Komga.

In terms of Section 20 (1) of the Municipal Systems Act, 32 of 2000, members of the public, the media and other interested parties and bodies are invited to attend the meeting.

 

INTLANGANISO YEBHUNGA

 

uMnumzana M.Z.Silinga umlawuli oyintloko kaMasipala we Great Kei, njengoko eyalelwe nguSomlomo ka Masipala we-Great Kei (Cllr N.W.Tekile), wazisa, ngokwe Candelo 19 (a) lomthetho wohlobo lokusebenza kooMasipala, (Act 32 of 2000), ukuba intlanganiso eqhelekileyo yeBhunga lika Masipala iyakubanjwa ngokulandelayo:

Umhla: NgoLwesithathu umhla wamashumi amathathu ananye kweyeDwarha [October] ku 2018

iXesha: ngentsimbi yeshumi kusasa,

Indawo: kwiholo,lesithili sase Qumrha.

Ngokwe Candelo 20 (1) lomthetho wohlobo lokusebenza kooMasipala, Act (32 of 2000), abahlali,abamaphephandaba, nabanye abanomdla bayamenywa babe yinxalenye yalentlanganiso.

Ukufumana ulwazi qhakamshelana neOfisi kaMasipala ku: 043 – 8315700

M.Z.Silinga

Municipal Administrator

COUNCIL NOTICE 31 OCT 2018

Vision

To achieve a peaceful and sustainable environment, where all communities enjoy an improved quality of life.

Mission

Provide affordable services, democratic governance and employment through infrastructural development, thriving agriculture, commerce, SMME’S and tourism activities

Read more »

Upcoming Events

Follow Us